USYK MAKES HISTORY  

Oleksander Usyk from Ukraine made boxing history when he became an undisputed world heavyweight champion after he defeated Tyson Fury on points at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia,…

LIQANDA MACALA ETUNIS 

Ayikho efune ukugoba uphondo njengokuba umlenze wokuqala wamagqibelakankqoyi eCAF Champions League phakathi kwe-Esperance Sportive de Tunis ne-Al Ahly yaseYiphutha uphele ngeqanda macala omabini eRades Stadium, eTunis, kwelaseTunisia, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Omabini…

IIBRAZILIANS ZIBETHE ISTELLIES  

Iphumelele kwakhona iMamelodi Sundowns njengokuba ibethe iStellenbosch FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium, eKapa, emva kwemini ngoMgqibelo. Inqaku elililolo lifakwe nguLesiba Nku emva kokuncediswa nguThembinkosi Lorch ngomzuzu…

UMBUTHO WABATHELEKISI UKHWEBA OONONDABA 

Njengokuba bekulindelekile, iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebe ingqungquthela nonoondaba ngentsimbi yokuqala emva kwemini ngoMvulo kuleveki ezayo. Umba otshisa ebunzi ngowokutyunjwa kwebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA), kwaye nguwo…

UDYEYI AKANANGXAKI NOKUMISWA KOMLO WAKHE

Ulibazisekile umlo ka-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi waseMdantsane obuzakuba ngowokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokumiswa kwetumente ebizakubanjwa kuleveki ezayo. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…

css.php