IZINYONI ZIBHABHELE NGAPHAYA KWESTELLIES

IMoroka Swallows iquthise iStellenbosch FC ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eDobsonville Stadium, eSoweto, emva kwemini ngoMgqibelo. IiDube Birds, ebeziyifuna nasebumnyameni impumelelo, beziphala phambili ngenqaku elifakwe nguLindokuhle Mtshali ngomzuzu wamashumi…

UDYEYI ULWA NOBASAYI 

U-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi, obengomnye weembethi-manqindi eziphambili kudidi lwabangahlawulwayo, uzakulwa okokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokukhulula ivesti yakhe. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…

BABHENGEZIWE ABAGQATSWA BEBHODI KABSA 

Ubuncinane balishumi elinesine abagqatswa abajonge izikhundla ezisixhenxe kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA) ezakubhengezwa nguMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ngoLwesibini kuleveki ezayo. Amagama ababagqatswa abalishumi elinesine abhengezwe kusasa ngoLwesihlanu emva kwentlanganiso yezintlu…

UWELLEM UNGQUZULANA NOSAVITSKY ERUSSIA

Intshatsheli yoMzantsi Afrika u-Asemahle ‘Predator’ Wellem uvana amandla nommi waseRussia uDenis Savitsky kumlo wemijikelo elishumi njengokuba zombini ezimbethi-manqindi ezingekabethwa zidibana eChelyabinsk kwelaseRussia ngoMgqibelo. UWellem, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ushiye…

css.php