AMANQAKU AMATHATHU ENGXOWENI YEEBRAZILIANS
IMamelodi Sundowns ichankcatha kakuhle kwindlela yokuyokuphumelela indebe yeDStv Premiership njengokuba ibethe iCape Town Spurs ngenqaku elinye eqandeni e-Athlone Stadium ngokuhlwa kwangoLwesibini. Ummi waseBrazil, uLucas Ribeiro Costa, ufake inqaku lalomdlalo kwimizuzu…
POINTS IN THE BAG FOR BRAZILIANS
Mamelodi Sundowns are marching nicely towards a DStv Premiership trophy triumph as they defeated Cape Town Spurs 1-0 at the Athlone Stadium on Tuesday evening. Brazilian Lucas Ribeiro Costa netted…
BANYANA’S HOPES DASHED
Banyana Banyana’s hopes of qualifying for the 2024 Olympic Games in Paris, France, have been dashed following a goalless draw with the Nigerian Super Falcons at Loftus Versfeld in Pretoria…
AKASEKHO U-24
Enye yeembethi-manqindi ezazithembisa kakhulu nezazintandane zase-Orient Theatre, uNhlanhla ’24’ Ngamntwini, waseDuncan Village, eMonti, akasekho. Esaziwa kakhulu ngabalandeli bamanqindi ngegama elithi ’24’, usweleke ngoLwesibini. Kukhe kwakho ixesha apho wayelele ngantlentyananye kwisibhedlele…
24 IS SADLY NO MORE
One of the most promising boxers ever to grace the ring and a regular feature at the Orient Theatre, Nhlanhla ’24’ Ngamntwini, from Duncan Village in East London has passed…
“ANDIBUYANGA” – TYIRHA
UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi akabulahlanga ubomi baseRhawutini njengokuba ebuyele ekhaya eMdantsane ngaphantsi nje kweenyanga ezine ekweyona dolophu enkulu nenyakazela abantu eGauteng. UTyirha, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, ugxininisile…
‘I’M NOT BACK’ – TYIRHA
Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha has claimed that he has not given up on life in Johannesburg as he’s back home in Mdantsane just less than four months of being in…
UMTHELEKISI UCENGA UBATYI UKUBA ANIKE USIBISI ITHUBA
UHlulukwenza Dladla weHlula Dladla Boxing Promotions ucenga injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba, uZolisa Batyi, ukuba aphe uLindelani Sibisi ithuba lokulwa naye. Esisicelo sikaDladla siza kanye emva kweentsuku ezimbalwa umqeqeshi kaSibisi,…
PROMOTER BEGS BATYI TO GIVE HIS BOXER A CHANCE
Hlulukwenza Dladla of Hlula Dladla Boxing Promotions is begging current South African featherweight champion Zolisa Batyi to give his boxer Lindelani Sibisi a chance. Dladla’s call comes just a few…
UNYANA KAMAHLANGU ULWELA INTSHINGA YASEGAUTENG
Emva kokulwa kakuhle kakhulu ngethuba enqumamisa u-Awonke Tini kumjikelo wesithathu kulenyanga ephelileyo, uBheki Maitse ubuyela eqongeni kumlo wentshinga yaseGauteng kudidi lwejunior-featherweight noVusi Ngcamu. UMaitse, ongekabethwa, unyathelana ngoobhontsi noNgcamu kwitumente yeBoxing5…