TOWEEL CALLS OUT MAHLANGU
Having led his boxer Vusumuzi Ngcamu to victory during a Gauteng junior-featherweight title fight against Bheki Maitse on Sunday, trainer Alan Toweel now wants Bongani Mahlangu. Boipatong-based Mahlangu, the current…
TYIRHA QUITS BOXING
Failure to secure fights has forced talented Mdantsane-born junior-flyweight boxer Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha to quit the fistic sport, for now. Tyirha has been fight starved since his shock sixth…
UTYIRHA UYALAHLA EMANQINDINI
Ukufeda kumalinge okuzama ukufumana umlo kukhokelele ekubeni inzalelwane yaseMdantsane uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha athabathe isigqibo sokuwafulathela amanqindi. UTyirha akakalwi kususela mhla ngamini wothuswa ngummi waseMalawi uGeorge Kandulo emnqumamisa kumjikelo wesithandathu…
UNDONGENI OSELUSIZINI UBHIYOZELA UMHLA WOKUZALWA NEMPUMELELO
Uninzi lwabalandeli bamanqindi ebebeseBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngeCawa bebevuyela impumelelo kaXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni emva kokubetha uCrispin Moliati waseMalawi kumjikelo wokuqala. Kodwa ke, uninzi lwababathandi bamanqindi bebengayazi ukuba uNdongeni ungene eqongeni…
GRIEVING NDONGENI CELEBRATES WIN AND BIRTHDAY
Most boxing followers who converged at the Box Camp in Booysens, Johannesburg, on Sunday were happy that Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni dispatched Malawian boxer Crispin Moliati in the first round. However,…
UWONGIWE ONGASEKHOYO UMATEZA
Uwongiwe kumsitho weSouth African Sport Awards eSun City Superbowl, eRustenburg, ngokuhlwa kwangeCawa, ongasekhoyo nowayengumsasazi wezemidlalo uDumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza. UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa, uwonge uMateza, owayengumsasazi webhola ekhatywayo, amanqindi, umbhoxo…
LATE MATEZA HONOURED
The late legendary sport commentator Dumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza was honoured posthumously at the South African Sport Awards ceremony held at the Sun City Superbowl in Rustenburg on Sunday evening.…
INKONZO YESIKHUMBUZO KATHOBELA
Inkonzo yesikhumbuzo songasekhoyo uDingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela izakubanjelwa e-Arena Holdings, eParktown, eRhawutini ngentlazane ngoLwesibini. Ukanti inkonzo yomngcwabo kamfi izakubanjelwa eDlamini Multi Purpose Hall, eSoweto, ukuqala ngentsimbi yesibhozo kusasa…
THOBELA MEMORIAL SERVICE
The late Dingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela’s memorial service is scheduled to take place at Arena Holdings in Parktown, Johannesburg, at 11am on Tuesday. Thobela’s funeral service is going…
NGCAMU OUTPOINTS MAITSE
Vusumuzi Ngcamu is the new Gauteng junior-featherweight champion after he defeated Bheki Maitse at the Box Camp Booysens in Johannesburg on Sunday evening. In a much-awaited clash, Ngcamu outpointed Maitse,…