UNKOSI AKABONI NGXAKI KUMSIMANG 

UNtethelelo Nkosi uziva ngathi angazivuthela zonke ezintsuku zigqithe kude kufike imini apho azakukhusela ngayo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kuSanele Msimang njengokuba efuna ukukhawuleza awuqabelise lomcimbi. Lenzalelwane yaseMtubatuba KwaZulu-Natal, eneminyaka engamashumi…

IPBC IZAKUTHELEKISA UDLAMINI NOKHEGAI

IPremier Boxing Champions (PBC) iphumelele kukhuphiswano lokokuba ngubani na ozakuthelekisa uLerato ‘Lights Out’ Dlamini waseMzantsi Afrika nommi wase-Ukraine u-Arnold Khegai. UDlamini noKhegai bazokulwa ukwenzela ukuba omnye wabo azibeke ethubeni elihle…

“UDINGAAN EBENGUPHOPHO’ – BERMAN 

Igqala lomthelekisi uRodney Berman uyigxininisile eyokokuba uDingaan Thobela owayeselula wayeyona mbethi-manqindi ephume izandla awakhe wayibona eMzantsi Afrika. UBerman ukuthethe oku njengokuba ihlabathi lamanqindi lisothuswe kukubhubha kukaThobela, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi…

css.php