ABADLALI ABABINI ABATSHA KWIICHILLI BOYS
Asaqhubela phambili amalungiselelo eChippa United njengokuba eliqela elizinze eGqeberha lityikitye uSeun ‘Tower’ Ndlovu noBoy Madingwane ngoMgqibelo emva kwemini. UNdlovu, oyinzalelwane yaseBushbuckridge, waphumelela iwonga lokuba yiPlayer of the Tournament kwii-ABC Motsepe…
CHILLI BOYS CAPTURE TWO PLAYERS
Chippa United’s preparations for the upcoming season are continuing as the Gqeberha-based club announced the signing of Seun ‘Tower’ Ndlovu and Boy Madingwane on Saturday afternoon. Bushbuckridge-born Ndlovu, who is…
AYIKHO ITUMENTE KAFAAS
Ayisekho itumente yamanqindi ebizakwenziwa yiDavid Faas Productions e-OR Tambo Hall, eKhayelitsha, eKapa ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesixhenxe kuJulayi. I-Ink Sport ingadiza ukuba letumente ebinomlo ophambili weWorld Boxing Federation (WBF) Intercontinental…
FAAS TOURNAMENT POSTPONED
A boxing tournament, which was going to be promoted by David Faas Productions at the OR Tambo Hall in Khayelitsha, Cape Town, on Saturday, 27 July, is not happening anymore.…
UDLAMINI NOKAMEDA BAZAKULWA NGO-AGASTI
Ekugqibeleni uMgqibelo umhla wamashumi amabini anasine ku-Agasti lusuku apho impinda yomlo phakathi kommi woMzantsi Afrika uLerato ‘Lights Out’ Dlamini kunye nentshatsheli yehlabathi yamhlamnene uTomoki ‘El Mexicanito’ Kameda waseJapan. UDlamini noKameda…
DLAMINI, KAMEDA REMATCH SET FOR AUGUST
At last, a date, Saturday, 24 August, has been confirmed for a rematch between South African boxer Lerato ‘Lights Out’ Dlamini and former world champion Tomoki ‘El Mexicanito’ Kameda from…
UNGCWATYWA KULEVEKI EZAYO UTSHABALALA
Ongasekhoyo nobengomnye wabalawuli be-Orlando Pirates uStanley ‘Screamer’ Tshabalala, obhubhe emva kwemini ngoLwesine eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu, uzakubekwa kwikhaya lakhe lokulinda kuleveki ezayo. UTshabalala, owayengumqeqeshi weBafana Bafana, ubhubhe ngenxa yomonzakalo emva…
TSHABALALA FUNERAL DATE SET
The late former Orlando Pirates official Stanley ‘Screamer’ Tshabalala, who passed away on Thursday afternoon aged 75, will be laid to rest next week. The former Bafana Bafana coach succumbed…
KUKHANGELWA ABAZOKUGCWALISA IZIKHUNDLA KWABSA
Kuphunywe iphulo kukhangelwa abantu abanesakhono sokulawula ukuze kugcwaliswe ezona zikhundla zimbini ezibalukileyo neziphezulu kwii-ofisi zikaBoxing South Africa (BSA) eHatfield, ePitoli. Xa kubekelwa bucala idabi lasenkundleni likaMoffat Qithi elwela ukugxothwa kwakhe,…
SEARCH FOR TOP DOGS TO FILL BSA VACANCIES
A search is on for capable individuals who will fill the two most important and powerful positions at the offices of Boxing South Africa (BSA) in Hatfield, Pretoria. Putting aside…











