UBONGCO UKUDIDI LWABAHLAWULWAYO

Owayeyinto ngobunto bayo kudidi lwabangahlawulwayo uSimnikiwe Bongco uthabathe elinye igxathu emanqindini njengokuba ezakulwa kudidi lwabahlawulwayo kulonyaka. Oku kuqinisekiswe nguBongco nomqeqeshi wakhe uMzamo ‘Chief’ Njekanye emva kwemini ngoLwesibini. UBongco, oneminyaka engamashumi…

UTENGIMFENE ULUGCWABEVU NGUMSINDO

UMlandeli Tengimfene ulugcwabevu ngumsindo esithi uye wadelelwa yiXaba Promotions icela ukwenza umlo phakathi kwembethi-manqindi yakhe uSiyakholwa Kuse noSiphamandla Baleni ekuzeni kuphela kwalenyanga. UTengimfene uveze ukuba iXaba Promotions ithumele umthelekisi wayo…

UBONOKOANE ULWA NOMMI WASETANZANIA 

UThato ‘Captain Charisma’ Bonokoane waseKagiso, eKrugersdorp, kwiNtshona Randi, uzakuntingela eTanzania kulenyanga ezayo, apho azakulwa khona nembethi-manqindi yelalizwe uFadhili Majiha. UBonokoane, owayesakuba yinjinga yeWorld Boxing Federation (WBF) kudidi lwejunior-featherweight, noMajiha bazakulwela…

UNONTSHINGA KUMLO OMKHULU WEEBHANTI EZIMBINI 

Kuzakwenzeka imbali xa imbethi-manqindi yaseMzantsi Afrika nenjinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight, uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, esilelwa iibhanti ezimbini kwiinyanga ezimbini ezizayo. UNontshinga uzakulwa nommi wasePuerto Rico, okwayintshatsheli yeWorld…

UNIFICATION BOUT FOR NONTSHINGA

History will be made when South African boxer and reigning International Boxing Federation (IBF) junior-flyweight champion Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga fights in a unification bout in just over two months’…

css.php