CAFU, NATHAN INTERESTED IN IOKA, MARTINEZ BOUT
Sunday’s unification bout between Japanese boxer Kazuto Ioka and Fernando ‘Pumita’ Martinez from Argentina has created some keen interest in South African boxing. SA and IBF International junior-bantamweight champion Phumelela…
‘DEVIATION EQUALS BREAKING THE LAW’ – SHONGWE
Boxing South Africa (BSA) chairperson Sifiso Shongwe strongly believes that deviating from regulations is equal to breaking the law and it’s something that has continued to hamstrung the sport in…
UKOMPHELA UBUYELE KWISUNDOWNS
IMamelodi Sundowns ivakalisile kusasa ngoMgqibelo ukuba uSteve Komphela ubuyele kweliqela njengomqeqeshi omkhulu. UKomphela, obeqeqesha iLamontville Golden Arrows, uzakuncedisa uManqoba Mngqithi kunye nesigqeba sabaqeqeshi beeBrazilians. “Ndivuya kakhulu ukubuyela kwiMamelodi Sundowns apho…
KOMPHELA BACK AT SUNDOWNS
Mamelodi Sundowns announced on Saturday morning that Steve Komphela had returned to the team and will serve as their senior coach. Komphela, who was coaching Lamontville Golden Arrows, will assist…
UPHILANDER YICHILLI BOY
IChippa United ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasephikweni lasekhohlo uGiovanni Philander ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. UPhilander udlale kakuhle kakhulu ngethuba iqela laseNtshona Koloni iFN Rangers ibidlala kwimidlalo ye-ABC Motsepe League kazwelonke neyokuzibekela indawo…
PHILANDER JOINS CHILLI BOYS
Chippa United announced their second signing in two days as they confirmed the capture of left winger Giovanni Philander on Friday evening. Philander starred for Western Cape side FN Rangers…
BABINA NOKO CONFIRM NEW SIGNINGS
Sekhukhune United announced the signing of three new players – midfielder Thabang Monare, goalkeeper Loydt Kazapua and left back Vuyo Letlapa – on Friday afternoon. Monare is a former Orlando…
USONJICA UBUYELA EQONGENI
Umthelekisi waseTanzania uSadah Kasonso weKemmon Sports Agency uphumelele kwilinge lakhe lokucenga uThabo Sonjica waseDuncan Village, eMonti, ukuba abuyele eqongeni emva kwiminyaka eliqela wagqibela ukulwa. USonjica, owagqibela ukulwa ngo-2015, uzakulwa nembethi-manqindi…
SQUARE RING RETURN FOR SONJICA
Tanzanian boxing promoter Sadah Kasonso of Kemmon Sports Agency has successfully persuaded Thabo ‘Super Eagle’ Sonjica from Duncan Village in East London to dust the cobwebs and return to the…
IZIJAMANKUNGWINI ZIPHANGE IMBETHI-MANQINDI EZINZE EMONTI
Imbethi-manqindi ezinze eMonti nezakulwela intshinga yelizwekazi i-Afrika iye yaxhonyiswa ngemipu zizijamakungwini ezimbini ngethuba ilungiselela omnye wemilo yayo ebalulekileyo. USiseko Makeleni, olungiselela umlo wakhe noKaine Fourie, uphangwe ziindladiya ebezithe qhiwu imikhonw’ekati…












