“ANDIBUYANGA” – TYIRHA
UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi akabulahlanga ubomi baseRhawutini njengokuba ebuyele ekhaya eMdantsane ngaphantsi nje kweenyanga ezine ekweyona dolophu enkulu nenyakazela abantu eGauteng. UTyirha, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, ugxininisile…
‘I’M NOT BACK’ – TYIRHA
Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha has claimed that he has not given up on life in Johannesburg as he’s back home in Mdantsane just less than four months of being in…
UMTHELEKISI UCENGA UBATYI UKUBA ANIKE USIBISI ITHUBA
UHlulukwenza Dladla weHlula Dladla Boxing Promotions ucenga injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba, uZolisa Batyi, ukuba aphe uLindelani Sibisi ithuba lokulwa naye. Esisicelo sikaDladla siza kanye emva kweentsuku ezimbalwa umqeqeshi kaSibisi,…
PROMOTER BEGS BATYI TO GIVE HIS BOXER A CHANCE
Hlulukwenza Dladla of Hlula Dladla Boxing Promotions is begging current South African featherweight champion Zolisa Batyi to give his boxer Lindelani Sibisi a chance. Dladla’s call comes just a few…
UNYANA KAMAHLANGU ULWELA INTSHINGA YASEGAUTENG
Emva kokulwa kakuhle kakhulu ngethuba enqumamisa u-Awonke Tini kumjikelo wesithathu kulenyanga ephelileyo, uBheki Maitse ubuyela eqongeni kumlo wentshinga yaseGauteng kudidi lwejunior-featherweight noVusi Ngcamu. UMaitse, ongekabethwa, unyathelana ngoobhontsi noNgcamu kwitumente yeBoxing5…
MAHLANGU’S SON FIGHTS FOR GAUTENG TITLE
After putting up an impressive performance when he defeated Awonke Tini by a third round knockout last month, Bheki Maitse returns to the ring in a Gauteng junior-featherweight title fight…
USEEMA UPHUMELELE IWONGA LENYANGA
Umqeqeshi weSekhukhune United, uLehlohonolo Seema, uphumelele imbasa yokuba ngumqeqeshi wenyanga uFebruwari noMatshi emva kokukhokelela iBabina Noko kwimpumelelo yemidlalo emihlanu. IBabina Noko ibethe iRichards Bay FC, iLamontville Golden Arrows, iRoyal AM,…
SEEMA BAGS MONTHLY AWARD
Sekhukhune United coach Lehlohonolo Seema won the February/March DStv Premiership Coach of the Month award after leading the team to five wins. Seema led Babina Noko to wins over Richards…
ZIZAKUQHUBELA PHAMBILI NOKUTHENGISA IICHILLI BOYS
Kwilinge lokuqinisekisa ukuba kuhlala kukho imali, iChippa United izakuthi gqolo ithengisa abadlali bayo ukuze eliqela lizokukwazi ukuhlala likhona, kwaye lisebenza. Oku kudizwe ngusihlalo weeChilli Boys, uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi, ngethuba ephendula…
CHILLI BOYS TO CONTINUE SELLING PLAYERS
In a bid to make sure that they always have money in their bank account, Chippa United will continue selling players in order for them to invest more funds into…