UBROOS UZAKUFAKA IQELA ELILUQILIMA
Emva kokubambana ngenqaku elinye macala ne-Andorra kwiintsuku ezimbalwa ezigqithileyo, kuzakubakho iinguqu eziliqela xa iBafana Bafana idlala ne-Algeria kumdlalo wobuhlobo eNelson Mandela Stadium, e-Algiers, ngoLwesibini ebusuku. Oku kudizwe ngumqeqeshi weBafana, uHugo…
BROOS TO FIELD STRONG SIDE
Following a 1-1 draw with Andorra a few days ago, there will be changes when Bafana Bafana face Algeria in an international friendly match at the Nelson Mandela Stadium in…
UKURHOXA KUKAKODWA KUCACISIWE
ULitha Mpondwana, oligosa lonxibelelwano nabeendaba kwi-ofisi yoMphathiswa weZemidlalo, Ubugcisa neNkcubeko uZizi Kodwa, usicacisile isigqibo sikaKodwa sokurhoxisa injongo yakhe yokuphikisa umcelimngeni owafakwa yiNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) enkundleni. INPBPA yathawuzisa…
KODWA’S WITHDRAWAL EXPLAINED
Litha Mpondwana, the media liaison officer in the office of the Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa, has clarified Kodwa’s withdrawal of his intention to oppose part A…
UMCHUNU UKHOLELWA UKUBA UWUPHUMELELE UMLO
UThabiso ‘The Rock’ Mchunu ukholelwa ukuba wenze ngokwaneleyo ukuwuphumelela umlo wakhe nommi wase-Argentina, uYamil Alberto Peralta Jara, e-Olive Convention Centre, eThekwini, ngentseni yangoMgqibelo. Noxa kunjalo, iziphumo zabagwebi ababini – u-Eddie…
MCHUNU BELIEVES HE WON
Thabiso ‘The Rock’ Mchunu believes that he did enough to win his fight against Argentine boxer Yamil Alberto Peralta Jara at the Olive Convention Centre in Durban in the early…
UMCHUNU UWE NGANENO EBETHWA NGUPERALTA
Imbethi-manqindi yase-Argentina, uYamil Alberto Peralta Jara, ubatsho bathi cwaka abalandeli bamanqindi eMzantsi Afrika, ebetha intandane uThabiso ‘The Rock’ Mchunu e-Olive Convention Centre, eThekwini, ngenj’ixukuxa ngoMgqibelo. UPeralta woyise uMchunu ngamanqaku njengokuba…
MCHUNU FALLS SHORT AS PERALTA WINS
Argentine boxer Yamil Alberto Peralta Jara silenced South African boxing lovers when he beat favourite Thabiso ‘The Rock’ Mchunu at the Olive Convention Centre in Durban in the early hours…
IQINISEKISIWE IMIHLA YEMIDLALO YENEDBANK CUP
IPremier Soccer League (PSL) iyiqinisekisile ngoLwesihlanu emva kwemini imihla neendawo ekuzadlalelwa kuyo imidlalo yamaqela asibhozo okugqibela kwiNedbank Cup. Iqela elidlala kwiMotsepe Foundation Championship (MFC), i-University of Pretoria, izakwamkela iMamelodi Sundowns…
UTHI WANELISEKILE UMQEQESHI WEBAFANA
Uthi wanelisekile umqeqeshi weBafana Bafana, uHugo Broos, nangona nje iqela lakhe lidlale ntanganye ngenqaku macala ne-Andorra kumdlalo wobuhlobo e-19 May 1956 Stadium e-Annaba kwelase-Algeria ngentseni yangoLwesihlanu. I-Andorra iphale phambili zisuka…