AMATUKS AXHWITHE IIMPIKO ZEZINYONI

Iqela elidlala kwiMotsepe Foundation Championship (MFC), i-University of Pretoria, iyikhuphele ngaphandle kwiNedbank Cup iMoroka Swallows, iyibetha ngamanqaku amabini kwelinye kumjikelo wesibini wolukhuphiswano eTuks Stadium ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Emva kokuba bekungekho manqaku…

‘NDINGABABETHA BONKE’ – NGXEKE 

By Monwabisi Jimlongo ULandile ‘Man Down’ Ngxeke usamangalisiwe, kwaye wothukile emva kokuba uYanga Sigqibo, uSikho Nqothole noSabelo Ngebiyana bebonakalise umdla wokulwa naye ngoku emva ‘kokumbaleka’ ngexesha esalwa kudidi lwejunior-bantamweight. USigqibo,…

ISUNDOWNS AYIKABETHWA

Kubonakala kusenzima ukubetha iMamelodi Sundowns njengokuba idlale ngokulingana ngenqaku elinye macala nabamelwane bayo iSuperSport United kumdlalo weDStv Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Iinkunzi zaseTshwane, eziphala phambili kumanqwanqwa ePremiership, zifake…

ISUNDOWNS ITHELEKISWE NEYOUNG AFRICANS 

Iqela eliphala phambili eMzantsi Afrika, iMamelodi Sundowns, ithelekiswe neYoung Africans yaseTanzania kumaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League. Umlenze wokuqala uzakudlalwa kwimpelaveki yomhla wamashumi amabini anethoba ukuya ngomhla wamashumi amathathu kulenyanga.…

css.php