USIBANDA UWULUNGELE UMLO NOGARDE 

Njengokuba kushiyeke nje iiveki ezimbini ngaphambi komlo wakhe olandelayo, uBeaven Sibanda uziva ewulungele ngendlela engummangaliso umlo noRichard Garde wasePhilippines kwintshinga ye-IBF International kudidi lweminimumweight e-Emperor’s Palace, eKempton Park, Ekurhuleni, ngoMgqibelo…

SIBANDA RARING TO GO

With his next fight only two weeks away, Beaven Sibanda feels that he has never been this ready as he’s going to clash against Filipino opponent Richard Garde in an…

IGALLANTS IKHULULE ABADLALI

Iqela laseBloemfontein iMarumo Gallants libhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba likhulule igquba labadlali abangaphaya kweshumi. UDino Ndlovu, u-Ibrahima Aminata Conde, uKenneth Nthatheni, uTheodore Siyabulela Shai, uKamohelo Mahlatsi, uGabadinho Mhango, uKopano Lehlohonolo…

GALLANTS RELEASE PLAYERS 

Bloemfontein-based Premier Division side Marumo Gallants announced on Thursday afternoon that they had released more than 10 players. Dino Ndlovu, Ibrahima Aminata Conde, Kenneth Nthatheni, Theodore Siyabulela Shai, Kamohelo Mahlatsi,…

AKUKHO APHO ANGXAMELE KHONA UMATIKINCA 

UTiisetso Matikinca, ongekabethwa kwimilo esixhenxe nobuyela eqongeni kwisithuba esingaphaya kwenyanga emva kokunqumamisa uMbulelo Gubula eSunBet Arena eTime Square, eMenlyn, ePitoli, akayicingi nokuyicinga into yokulwela intshinga yoMzantsi Afrika njengokuba esafuna ukuqhubela…

UCHARLTON UFUNA UKUZIVULELA EYAKHE INDLELA

UCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uyiqonda kakuhle into yokokuba noko sele kulithuba ehleli ngaphantsi kwesithunzi sikabhuti wakhe netshatsheli ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi kwejunior-bantamweight uRicardo Malajika. Ngoku uCharlton uzakuzivulela eyakhe indlela…

css.php