UMAHANJANA UZIBANDAKANYE NOMSHUMPELA

Emva kokungalwi kwisithuba esiphantse sayiminyaka emithathu, u-Athi Mahanjana ubuyele kumanqindi akudidi lwabahlawulwayo, kwaye uzibandakanye no-Andile Mshumpela weMshu One Management. UMahanjana sele eqalisile ukukuqeqeshwa eLuvuyo Boxing Club, eMdantsane, ngaphantsi kukaLuvuyo Tyamzashe…

NEW TEAM FOR MOKWENA

Former Mamelodi Sundowns mentor Rulani Mokwena has moved on once again as he was announced as the new coach at Egyptian side Pyramids FC on Friday evening. The 39-year-old Mokwena…

UKHATHAZEKILE UMQEQESHI KARHONORHONO

Umqeqeshi kaPhaphama Rhonorhono, uMadoda ‘One More Time’ Dyonase, ukhathazekile emva kokuba ukushokoxeka kwemali kubangele ukuba urhoxiswe umlo, apho imbethi-manqindi yakhe ibizakukhusela intshinga yayo yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight kuJabulani Makhense. URhonorhono…

css.php