UCARDOSO UPHUMELELE IWONGA LENYANGA

Umqeqeshi weMamelodi Sundowns, uMiguel Cardoso, uphumelele iwonga lokuba ngumqeqeshi wenyanga kaJanyuwari noFebruwari kusasa ngoLwesithathu. Lommi wasePortugal, oneminyaka engamashumi amahlanu anesithathu, uphumelele eliwonga emva kokukhokelela izangxa zaseTshwane kwimpumelelo yemidlalo emine ngethuba…

NEW JERSEY UNVEILED 

A new jersey, which is going to be worn by Bafana Bafana and Banyana Banyana, was unveiled by the South African Football Association (SAFA) and Adidas in Johannesburg on Tuesday…

BOOI ON SIZANI FIGHT  

There’s a change of opponent for knockout specialist Lonwabo Sizani as he’s now scheduled to square up against Errikie Errikie from Namibia at the Guild Theatre in KuGompo City on…

NEW OPPONENT FOR NQOTHOLE 

Following the collapse of his proposed fight against Ricardo Malajika, Sikho ‘Sequence’ Nqothole is now set to face off against Briton Charlie Edwards in an International Boxing Federation (IBF) junior-bantamweight…

ISAFA IFUMENE ABAXHASI ABATSHA 

ISouth African Football Association (SAFA) ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba ifumene abaxhasi abatsha, uStandard Bank. Esisivumelwano seminyaka emine kunye noStandard Bank nesithiwe cihoho eRosebank, eRhawutini, sibandakanya onke amaqela esizwe kwibhola…

css.php