Month: July 2026

IBABINA NOKO IXABANGELE KWAKHONA

ISekhukhune United iqinisekisile ukuba ityikitye abadlali abathathu – u-Oageng Phiri, uThabang Mahlangu noD’Angelo Kazeem – emva kwemini ngoLwesithathu. Ababadlali bathathu bazimanye neBabina Noko njengokuba eliqela lizomelezela ukuqala kwesizini ka-2026/27 season.…

BABINA NOKO SIGN TRIO

Sekhukhune United confirmed the signing of three more players – Oageng Phiri, Thabang Mahlangu and D’Angelo Kazeem – on Wednesday afternoon. The three players joined Babina Noko as they are…

UMOBBIE UTYIKITYE ISIVUMELWANO SENGQESHO ESISIGXINA

ISekhukhune United ibhengezile emva kwemini ngoLwesibini ukuba umdlali wasemva, uNyiko Mobbie, utyikitye isivumelwano sengqesho esisigxina njengokuba ebekhe wadlala kweliqela ngokwemboleko esuka kwiMamelodi Sundowns. Lenzalelwane yaseXikundu, eMalamulele, neneminyaka engamashumi amathathu ananye,…

BALENI RETURNS TO ASIA

Four months after losing to highly-rated Filipino opponent, Regie Suganob, in the Philippines, Siphamandla ‘Toy Toy’ Baleni is returning to Asia next month for a date with Jordanian boxer Huthaifa…

BUCCANEERS OFFLOAD PLAYERS

Betway Premiership champions Orlando Pirates confirmed on Monday evening that they had released seven players, who have since joined other elite league clubs. The Buccaneers revealed that Thabiso Sesane and…

AMAKHOSI ATYIKITYE UNOZINTI OMTSHA

Emva kokukhululwa yiSekhukhune United kuleveki ephelileyo, uRenaldo Leaner, ongunozinti, sele efumene ikhaya elitsha njengokuba etyikitye neqela laseNaturena, iKaizer Chiefs, emva kwemini ngoMvulo. ULeaner, oneminyaka engamashumi amabini anesibhozo nowazalelwa e-Elsies River,…

css.php