IKaizer Chiefs iqinise igqiza labaqeqeshi bayo njengokuba iqeshe ummi waseBurundi uCedric Kaze njengosekela-mqeqeshi omtsha.  

Ukongezelelwa kukaKaze kwisigqeba sabaqeqeshi abakhokelwa nguNasreddine Nabi kukuzama ukuqinisekisa ukuba Amakhosi enza bhetele ngoku njengokuba esokole iisizini ezilishumi.

Ukufika kukaKaze, oneminyaka engamashumi amane anesihlanu, kuthetha ukuba umanyana kwakhona noNabi njengokuba babesebenza kunye kwizangxa zaseTanzania iYoung Africans ngaphambili. 

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php