Author: SportAdmin

UNKOSI AKOYIKI NGOKOYIKISWA

Imbethi-manqindi yaKwaZulu-Natal uNtethelelo ‘Baby G’ Nkosi akanadyudyu njengokuba esazi ukuba kufuneka enze ntoni na xa esilwa noFiorenzo Priolo kumjikelo wesithathu weWBC Grand Prix eRiyadh kwelaseSaudi Arabia. UNkosi, owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika…

USUBOTZKY UTHI MABALWE ABASETYHINI

Ukukhumbula amanqindi abasetyhini ngo-Agasti kuphela izakuba yinto yezolo ukuba izinto zinokuhamba ngalendlela afuna ngayo uRina Subotzky, olilungu lebhodi kaBoxing South Africa (BSA). USubotzky, onikwe uxanduva yiBSA ukuba akhokele iWomen in…

GALLANTS FOUND GUILTY 

The Premier Soccer League (PSL) disciplinary committee on Thursday evening fined Marumo Gallants for the improper registration of Monde Mphambaniso. “Marumo Gallants have been found guilty of registering a player…

UDOLLY KULUHLU LWABAKHULULWE ZIIROCKETS

Owayengumdlali wasesiswini kwiBafana Bafana uKeagan Dolly ukhokele iqela labadlali abakhululwe yi-TS Galaxy emva kwemini ngoLwesine. UDolly, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, udlale isizini enye kwiiRockets emva kokuchitha iisizini ezintathu kwiKaizer Chiefs.…

AWUSEKHO UMLO KAFORTUIN

Akakazobuyela eqongeni uSharadene Fortuin njengokuba umlo wakhe obuzakuba kwelaseZimbabwe kulenyanga ezayo ungasekho. Abaququzeleli bomlo kaFortuin babethembise ukuza nenye imbethi-manqindi emva kokonzakala kukaKudakwashe Chiwandare ngethuba wayedlala ibhola ekhatywayo eZimbabwe ebutsheni balenyanga.…

css.php