HEM DEFEATS GHANAIAN
Siyabulela ‘Showtime’ Hem outpointed John Zile from Ghana at a tournament, which started on Friday evening and ended early on Saturday morning the Border Conference Centre in Abbotsford, East London.…
Your News, Our News
Siyabulela ‘Showtime’ Hem outpointed John Zile from Ghana at a tournament, which started on Friday evening and ended early on Saturday morning the Border Conference Centre in Abbotsford, East London.…
A win in her last fight, which came after more than two years of inactivity has taken Nozipho Bell back into the International Boxing Federation (IBF) female ratings. Bell, the…
Impumelelo yakhe kumlo wakhe wokugqibela, mpumelelo leyo eze emva kwesithuba esingaphaya kweminyaka emibini, ibuyisele uNozipho Bell kuluhlu lweembethi-manqindi zasetyhini ezikwi-International Boxing Federation (IBF). UBell, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi…
The board of governors of the Premier Soccer League (PSL) ratified the recommendation of PSL by executive committee to cancel Royal AM’s membership with immediate effect. Only 30 of the…
Wayebonisa abantu ukudla kwamehlo ngethuba esalwa kudidi lwabangahlawulwayo, kodwa zange ubemhle umlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo njengokuba walwa ngokulingana nommi waseZimbabwe u-Ashton Ziwikaya ngoJulayi kulonyaka ophelileyo. Ngoku uSimnikiwe Bongco, owayeyinkwenkwezi…
He dazzled crowds during his days in the amateur ranks, but made an uninspiring professional debut when he drew with Zimbabwean boxer Ashton Ziwikaya in July last year. And now…
Ibiyimihlali yodwa e-Orlando Stadium, eSoweto, ngokuhlwa kwangoLwesithathu emva kokuba i-Orlando Pirates ingenile kumaqela amane okugqibela kwiCAF Champions League. Umdlalo wangoLwesithathu uphele iPirates neMC Alger zibambene ngeqanda macala omabini njengokuba izangxa…
There were joyous scenes at the Orlando Stadium in Soweto on Wednesday evening after Orlando Pirates advanced to the semi-finals of the CAF Champions League. Wednesday’s match ended in a…
Stellenbosch FC stunned Egyptian giants Zamalek, beating them 1-0 in a CAF Confederation Cup quarter-final second leg match at the Cairo International Stadium in Egypt on Wednesday evening. Sihle Nduli…
Emva kokunqumamisa lula uGcina Makhoba ebutsheni benyanga ephelileyo, uCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uzakubuyela eqongeni xa esilwa noRV Deniega wasePhilippines ngoJulayi. UCharlton noDeniega bazakulwela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) Youth kudidi…