Author: SportAdmin

UNATHAN UXHASA ISIGQIBO SIKANONTSHINGA

Kubonakala ngathi zibaliwe iintsuku zowayeyintshatsheli yehlabathi Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga kudidi lwejunior-flyweight njengokuba ezakulwa kudidi olutsha kulonyaka ozayo. Kodwa ke, ayikacaci into yokokuba lenjinga yamhlamnene kwi-International Boxing Federation (IBF) kudidi…

ISTELLIES SIBETHE IPIRATES

IStellenbosch FC ibethe i-Orlando Pirates ngenqaku elinye eqandeni, yaze ngaloondlela yaqinisekisa ukuba kufikelele esiphelweni ukuphumelela kweeBuccaneers njengokuba ziquthisiwe kumdlalo weBetway Premiership e-Orlando Stadium, eSoweto, emva kwemini ngeCawa. Emva kokumelana noxinezelelo…

AWUKAZOKUBAKHO UMLO KACAFU NOTANAKA

Nabani na obecinga ukuba ngahle intshatsheli yehlabathi uPhumelela ‘The Truth’ Cafu aphinde alwe noKosei Tanaka kungekudala makaphinde acinge kwakhona kuba lomlo lowo awukazokwenzeka. Oku kuqinisekiswe ngumlawuli nomqeqeshi walenjinga yeWorld Boxing…

IIBRAZILIANS ZITHE NGCU PHEZULU 

IMamelodi Sundowns ithe ngcu phezulu kumanqwanqwa eBetway Premiership emva kokutywatyusha iSekhukhune United ngamanqaku amathathu eqandeni kumdlalo obubanjelwe eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Izangxa zaseTshwane ziphale phambili emva kokuba uTrésor Tshibwabwa…

BRAZILIANS GO TOP 

Mamelodi Sundowns eased past Sekhukhune United, beating them 3-0 in a Betway Betway Premiership match encounter at Loftus Versfeld in Pretoria on Saturday evening. The Tshwane giants, who are now…

css.php