BUCS TO PLAY IN SPAIN
Orlando Pirates will travel to Spain as part of their preprations for next season and will play a friendly match against seven-time UEFA Europa League champions Sevilla on Monday, 15…
Your News, Our News
Orlando Pirates will travel to Spain as part of their preprations for next season and will play a friendly match against seven-time UEFA Europa League champions Sevilla on Monday, 15…
Ikomiti evuma nekhaba imilo isele inamalungu amathathu emva kokuqinisekiswa kukaSiya Vabaza-Booi njengomlawuli kaBoxing South Africa (BSA) eMpuma Koloni ngoMvulo, kwaye asikavalwa esosikhewu. Lekomiti ikhokelwa ngusihlalo wayo nowayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…
With Siya Vabaza-Booi having been confirmed as Boxing South Africa (BSA) manager in the Eastern Cape on Monday, the sanctioning committee has now been left with three members. The committee…
IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba umsitho wokuphela kwesizini uzakubanjwa ngeCawa umhla wamashumi amabini anesithathu. Lomsitho uzakusasazwa ngqo kuSuperSport PSL channel (202) nakuSABC 1 ukuqala ngecala lentsimbi…
The Premier Soccer League (PSL) announced on Wednesday afternoon that the end of season awards ceremony is going to be held on Sunday, 23 June 2024. The awards ceremony is…
Kukho inguqu encinane njengokuba umlo kaZolisa Batyi wokukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi losiba isihlandlo sesithathu azakuwulwa noYamkela Phaliso uziswe phambili ngeentsuku ezisixhenxe. Ekuqaleni, uBatyi wayebekelwe ukuba alwe noPhaliso ngoMgqibelo…
There’s a slight change as Zolisa Batyi’s third defence of his South African featherweight title, which is against Yamkela Phaliso has been brought forward by seven days. Initially, Batyi was…
Kungenzeka ukuba iBafana Bafana itywatyushe abamelwana bayo iZimbabwe ngamanqaku amathathu kwelinye kumdlalo wemfezeko weNdebe yeHlabathi ka-2026, kodwa umqeqeshi uHugo Broos uthi makungangxanywa ngokubhiyozwa. Lonto ibangelwa kukuba iBafana ikwindawo yesibini, ilandela…
Bafana Bafana might have defeated their neighbours Zimbabwe 3-1 in a 2026 FIFA World Cup qualifier, but their coach Hugo Broos is adamant that it’s still too early to celebrate.…
IBafana Bafana iquthise iiWarriors zaseZimbabwe ngamanqaku amathathu kwelinye kumdlalo wemfezeko weNdebe yoMhlaba ka-2026 eFree State Stadium, eBloemfontein, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Bekucingeleka ukuba iBafana iqale ngendlela engummangaliso ngethuba u-Iqraam Rayners efaka inqaku…