UNWABALI UVUSELELE ISIVUMELWANO NEECHILLI BOYS
IChippa United ivakalisile ngoLwesine kusasa ukuba unozinti weqela lesizwe laseNigeria uStanley Nwabali ulolule ixesha lokuhlala kwakhe kweliqela laseMpuma Koloni. UNwabali akatyikityanga sivumelwano seminyaka emithathu kuphela, koko uye watyunjwa njengokapteni weeChilli…