AMAKHOSI IMKHULULILE UJOHNSON
IKaizer Chiefs ivakalisile emva kwemini ngoMvulo ukuba imkhulule umqeqeshi uCavin Johnson njengokuba umtshato uphelile. UJohnson, owayeqeqesha iPlatinum Stars neSuperSport United, waqeshwa yiChiefs kulesizini ephelileyo njengentloko yeqela lolutsha. Kodwa uJohnson wagqiba…