Author: SportAdmin

IICHILLI BOYS ZIPHANTSI KWELIFU ELIMNYAMA 

Iqela laseMpuma Koloni iChippa United izilile emva kokusweleka kobejongene neempahla zokudlala uThanduxolo Ntoni kwingozi yenqwelo-mafutha ngoMvulo. UNtoni obedume ngesiteketiso esithi ‘Yebho’, wayesoloko ebonakalisa ubuntu nobuhlobo kumntu wonke, kwaye ebelilungu elibalulekileyo…

UCEBEKHULU KUMLO NEMBETHI-MANQINDI YASEPAKISTAN

Imbethi-manqindi yaKwaZulu-Natal engekabethwa uSabelo ‘Mkhonto’ Cebekhulu uzakuvana amandla nommi wasePakistan, owakhe wazama ukuphumelela intshinga yehlabathi uMuhammad ‘Falcon’ Waseem kulenyanga ezayo. UCebekhulu ulwa noWaseem, oneminyaka engamashumi amathathu anesithandathu, kumlo weWorld Boxing…

IMAXONGO IMEKO YEZIMALI KWABSA

Inoxanduva olukhulu ikomiti yezimali kwaBoxing South Africa (BSA) njengokuba imeko yezimali zalomzi ifuna ingqwalasela emandla, ngokukhawuleza. Kungekudala, ngoDisemba kulonyaka ophelileyo, yoma qoko inxili kaBSA, nto ke leyo eyabangela ukuba kuyokucelwa…

AWUKHO UMLO KAKUSE NOSOBOLO 

Kuzakufuneka bakhe balinde ithutyana abalandeli bamanqindi ukuba bafuna ukubona umlo phakathi kwentshatsheli yoMzantsi Afrika uSiyakholwa Kuse noMalaki Sobolo, mlo lowo obekufanele ukuba ubungeCawa waphindwa wabekelwa iCawa ezayo. UKuse waseMdantsane ebezakukhusela…

css.php