Author: SportAdmin

IPSL INABAXHASI ABATSHA

Usihlalo wePremier Soccer League (PSL) u-Irvin Khoza ubhengeze uBetway njengabaxhasi abatsha kwinkomfa noondaba eRhawutini kusasa ngoLwesithathu. Esisibhengezo size emva kokurhoxa ngesiquphe kukaMultiChoice, onkxaso yakhe ibifanele ukuphela ngoSeptemba wonyaka ozayo. Kungoku…

NEW PSL TITLE SPONSOR

Premier Soccer League (PSL) chairperson Irvin Khoza announced Betway as a new title sponsor on Wednesday morning. The announcement came after the abrupt ending of MultiChoice’s sponsorship, which was due…

UJOYI ULWA ETANZANIA, KWAKHONA?

Kukho ukubhideka nokungacaci malunga nokokuba injinga yamhlamnene uNkosinathi ‘Mabhere’ Joyi uzakubuyela eTanzania, ayokulwa khona no-Ibrahim Class Mgender, oneminyaka engamashumi amathathu anesithathu, kusini na. Ngokweengxelo eziphuma eTanzania, lentshatsheli yamhlamnene kwi-International Boxing…

JOYI FIGHTS IN TANZANIA, AGAIN?

There’s confusion around whether former champion Nkosinathi ‘Mabhere’ Joyi will return to Tanzania for a fight against 33-year-old Tanzanian boxer Ibrahim Class Mgender or not. According to the Tanzanians, the…

IDOWNS IBAMBENE NECARDIFF CITY

IMamelodi Sundowns ibambene neCardiff City ngenqaku elinye macala omabini kumdlalo wobuhlobo eSportzentrum, e-Austria, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Emva kokungabikho qela elifake inqaku ekupheleni kwesiqingatha sokuqala, iqela elidlala emaNgesini liphale phambili zisuka kwisiqingatha…

IBUYELA EMONTI IMIDLALO YASEBUSUKU 

Kugquba umoya wokoneliseka nokukhululeka njengokuba iChippa United izakuphinda idlale imidlalo yasebusuku eBuffalo City Stadium, eMonti, ukususela kulesizini ezayo. Emva kokuba iChippa Holdings yenze umsebenzi omhle wokuvuselela ngokutsha iBuffalo City Stadium,…

css.php