ULOPEZ UTHETHA NGOTHOBELA
Ummi waseMelika uTony ‘The Tiger’ Lopez uchaze umfi owayeyinjinga yehlabathi uDingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela njengendoda yamadoda. ULopez, oneminyaka engamashumi amathandathu ananye, ohlala eSacramento, eCalifornia, kwelaseMelika, walwa kabini noThobela,…