KODWA RESIGNS AS MINISTER OF SPORT
Zizi Kodwa has resigned as Minister of Sport, Arts and Culture with immediate effect after he appeared in court on corruption charges on Wednesday. Gugulethu-born Kodwa appeared at the Palm…
Your News, Our News
Zizi Kodwa has resigned as Minister of Sport, Arts and Culture with immediate effect after he appeared in court on corruption charges on Wednesday. Gugulethu-born Kodwa appeared at the Palm…
Owayesakuba yimbethi-manqindi uNceba Dladla udize ukuba lufikelele esiphelweni uhambo lwakhe njengomlawuli kaBoxing South Africa (BSA) kwingingqi yeNelson Mandela Bay. UDladla, owayengumfundisi ntsapho, wathabatha esisikhundla sokuphatha kwingingqi yeNelson Mandela Bay emva…
Former professional boxer Nceba Dladla has revealed that his journey as a Boxing South Africa (BSA) manager in the Nelson Mandela Bay region has come to an end. Dladla, a…
IBanyana Banyana izakubuyela ekhaya incumile ngotyelelo lwayo kwelaseSenegal emva kokubetha iSenegal ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wobuhlobo wesibini wamazwe ngamazwe eStade Lat-Dior eThies ngokuhlwa kwangoLwesibini. U-Amogelang Motau ufake inqaku lokuqala leBanyana…
Banyana Banyana will return home happy with their visit to Senegal after they beat the Senegalese 2-0 in the second international friendly match played at Stade Lat-Dior in Thies on…
Imbethi-manqindi engekabethwa uKaine “K9” Fourie uzakulwa noSiseko Makeleni kwitumente yeBoxing 5 eBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngoMgqibelo umhla weshumi elinesithathu kuJulayi. UFourie, ophumelele imilo esixhenxe, walwa ngokulinganayo kwemibini, kunye noMakeleni balwela…
Unbeaten boxer Kaine “K9” Fourie is set for a clash against Siseko Makeleni as they headline a Boxing 5 tournament at the Box Camp in Booysens, Johannesburg, on Saturday, 13…
Kungenzeka ukuba wayengayazi ukuba uPhumelela ‘The Truth’ Cafu ebedele efudukele eRhawutini, kodwa lonto ayikhange ithintele umqeqeshi wamanqindi uMiniyakhe Sityata ukuba anqwenelele lembethi-manqindi yaseDuncan Village amathamsanqa emva kokuzibandakanya noColin ‘Nomakanjani’ Nathan…
He might not have been aware of Phumelela ‘The Truth’ Cafu’s move to Johannesburg, but that has not stopped boxing trainer Miniyakhe Sityata from wishing the Duncan Village boxer all…
Iqela lePremiership elizinze eCape Winelands iStellenbosch FC lidize ukuba umkile umdlali wasesiswini uNhlanhla Mgaga emva kokuphela kwesivumelwano sakhe sengqesho. Iindaba zokumka kukaMgaga, oneminyaka engamashumi amabini anesibhozo, zibhengezwe siStellies ngoMvulo. Kukholeleka…