Author: SportAdmin

UCARNELL UMKILE KWIQELA LASEMELIKA 

Owayengumdlali wasemva kwiKaizer Chiefs neWits University uBradley Carnell ulishiyile iqela leMajor League Soccer (MLS) eMelika iSt Louis City ngoMvulo kulandela iziphumo ezingancumisiyo. UCarnell, oneminyaka engamashumi amane anesixhenxe, wazimanya neliqela laseMelika…

CARNELL LEAVES MLS SIDE

Former Kaizer Chiefs and Wits University defender Bradley Carnell left American Major League Soccer (MLS) side St Louis City on Monday following bad results. The 47-year-old Carnell, who was born…

AMAKHOSI IMKHULULILE UJOHNSON 

IKaizer Chiefs ivakalisile emva kwemini ngoMvulo ukuba imkhulule umqeqeshi uCavin Johnson njengokuba umtshato uphelile. UJohnson, owayeqeqesha iPlatinum Stars neSuperSport United, waqeshwa yiChiefs kulesizini ephelileyo njengentloko yeqela lolutsha. Kodwa uJohnson wagqiba…

AMAKHOSI DUMP JOHNSON

Kaizer Chiefs confirmed on Monday afternoon that their marriage with Cavin Johnson had come to an end. The former Platinum Stars and SuperSport United was appointed as Amakhosi head of…

USWELEKILE USHONGA 

Iindaba ezibuhlungu nezilusizi eziphuma eZambia zithi uyikhabile ibhekile owayengumdlali weChipolopolo uJustin Shonga. Ubeneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe. UShonga, owayedlalela i-Orlando Pirates, iTshakhuma Tsha Madzivhandila, iCape Town City neSekhukhune United, ubhubhe ngeCawa…

SHONGA PASSES AWAY 

Sad news coming out of Zambia is that former Chipolopolo and Nkwazi player Justin Shonga passed away on Sunday. He was 27. Shonga, who played for Orlando Pirates, Tshakhuma Tsha…

UNGXEKE UNGQENGQISE UPACLAR 

Kumlo obunokuphunyelelwa nangubani na, uLandile ‘Man Down’ Ngxeke ume kwema ngaye ebetha uJerald Paclar wasePhilippines e-Orient Theatre, eMonti, emva kwemini ngeCawa. Kulandela imvula yamanqindi ebesitsho ngapha nangapha, inqindi lasekhohlo lentshatsheli…

NGXEKE STOPS PACLAR 

In a fight where both boxers gave as much as they got, Landile ‘Man Down’ Ngxeke prevailed over Filipino opponent Jerald Paclar at the Orient Theatre in East London on…

css.php