AMAKHOSI, ROCKETS DRAW
Kaizer Chiefs and TS Galaxy played to a 2-2 draw in a DStv Premiership encounter at the Peter Mokaba Stadium in Polokwane on Tuesday evening. It was a match where…
Your News, Our News
Kaizer Chiefs and TS Galaxy played to a 2-2 draw in a DStv Premiership encounter at the Peter Mokaba Stadium in Polokwane on Tuesday evening. It was a match where…
Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga’s push for a unification bout against Japanese boxer Kenshiro ‘The Amazing’ Teraji is making more sense, especially if you consider that it will take longer for…
Indlela uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga awunqwenela ngayo umlo weentshinga ezininzi kunye noKenshiro ‘The Amazing’ Teraji waseJapan kwenza into enengqondo, ingakumbi xa ucinga ukuba umlo wakhe noChristian ‘The Bomb’ Araneta uyakuthabatha…
Emva kokukhokelela imbethi-manqindi yakhe uVusumuzi Ngcamu kuloyiso ngethuba esilwela intshinga yaseGauteng kudidi lwejunior-featherweight noBheki Maitse ngeCawa, umqeqeshi u-Alan Toweel ufuna uBongani Mahlangu ngoku. UMahlangu, oyinzalelwabe yaseBoipatong nokwayinjinga yoMzantsi Afrika kudidi…
Having led his boxer Vusumuzi Ngcamu to victory during a Gauteng junior-featherweight title fight against Bheki Maitse on Sunday, trainer Alan Toweel now wants Bongani Mahlangu. Boipatong-based Mahlangu, the current…
Failure to secure fights has forced talented Mdantsane-born junior-flyweight boxer Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha to quit the fistic sport, for now. Tyirha has been fight starved since his shock sixth…
Ukufeda kumalinge okuzama ukufumana umlo kukhokelele ekubeni inzalelwane yaseMdantsane uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha athabathe isigqibo sokuwafulathela amanqindi. UTyirha akakalwi kususela mhla ngamini wothuswa ngummi waseMalawi uGeorge Kandulo emnqumamisa kumjikelo wesithandathu…
Uninzi lwabalandeli bamanqindi ebebeseBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngeCawa bebevuyela impumelelo kaXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni emva kokubetha uCrispin Moliati waseMalawi kumjikelo wokuqala. Kodwa ke, uninzi lwababathandi bamanqindi bebengayazi ukuba uNdongeni ungene eqongeni…
Most boxing followers who converged at the Box Camp in Booysens, Johannesburg, on Sunday were happy that Xolisani ‘Nomeva’ Ndongeni dispatched Malawian boxer Crispin Moliati in the first round. However,…
Uwongiwe kumsitho weSouth African Sport Awards eSun City Superbowl, eRustenburg, ngokuhlwa kwangeCawa, ongasekhoyo nowayengumsasazi wezemidlalo uDumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza. UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa, uwonge uMateza, owayengumsasazi webhola ekhatywayo, amanqindi, umbhoxo…