UBONGCO UKUDIDI LWABAHLAWULWAYO
Owayeyinto ngobunto bayo kudidi lwabangahlawulwayo uSimnikiwe Bongco uthabathe elinye igxathu emanqindini njengokuba ezakulwa kudidi lwabahlawulwayo kulonyaka. Oku kuqinisekiswe nguBongco nomqeqeshi wakhe uMzamo ‘Chief’ Njekanye emva kwemini ngoLwesibini. UBongco, oneminyaka engamashumi…