Category: Boxing

UJACOBS USA UBSA ENKUNDLENI 

Umlawuli wangaphambili kaBoxing South Africa (BSA) eMpuma Koloni uPhakamile Jacobs ugqibe kwelokokuba angaphefumli malunga nokuthabatha amanyathelo ezomthetho “nokugxothwa” kwakhe nguBSA I-Ink Sport ithelwe thsuphe ngabasemfuthweni wolwazi ukuba uJacobs uthabathe amanyathelo…

IVELA EPALAMENTE IBHODI KABSA 

Ibhodi kaBoxing South Africa (BSA), eyaqala ukusebenza ngoMeyi kulonyaka, izakuvela phambi kwekomiti yezemidlalo, ubugcisa nenkcubeko okokuqala ngoLwesibini. Lebhodi ekhokelwa ngusihlalo wayo uSifiso Shongwe, iquka uGqirha uLuvuyo Bayeni, uSakhiwe Sodo, uLuxolo…

UWITBOOI ULWELA UBLOM

Kukho amathandabuzo ngomlo wentshatsheli yoMzantsi Afrika uKhaya Busakwe kunye noGabriel Coffie waseGhana kwintshinga engenamntu yeWorld Boxing Association (WBA) Pab-African kudidi lwelightweight. Oku kuza emva kokuba umlawuli kaSinethemba Blom uLonki Witbooi…

css.php