Category: Boxing

UNATHAN UXHASA ISIGQIBO SIKANONTSHINGA

Kubonakala ngathi zibaliwe iintsuku zowayeyintshatsheli yehlabathi Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga kudidi lwejunior-flyweight njengokuba ezakulwa kudidi olutsha kulonyaka ozayo. Kodwa ke, ayikacaci into yokokuba lenjinga yamhlamnene kwi-International Boxing Federation (IBF) kudidi…

AWUKAZOKUBAKHO UMLO KACAFU NOTANAKA

Nabani na obecinga ukuba ngahle intshatsheli yehlabathi uPhumelela ‘The Truth’ Cafu aphinde alwe noKosei Tanaka kungekudala makaphinde acinge kwakhona kuba lomlo lowo awukazokwenzeka. Oku kuqinisekiswe ngumlawuli nomqeqeshi walenjinga yeWorld Boxing…

UTOWEEL UZIVA EPHATHEKE KAKUBI 

Nangona engenangxaki nokokuba uSiyabulela Hem ekhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight kumlo noBongani Mahlangu, umqeqeshi wamanqindi u-Alan Toweel uziva ephetheke kakubi njengokuba imbethi-manqindi yakhe uVusumuzi Ngcamu wayetyikitye isivumelwano somlo…

TOWEEL FEELS HARD DONE

Even though he has no problem with Siyabulela Hem defending his South African junior-featherweight title in a rematch against Bongani Mahlangu, boxing trainer Alan Toweel feels hard done as his…

UPHELA UNYAKA KUKUBI KUCHAUKE

Emva kokuqala unyaka kakuhle kakhulu ephumelela intshinga yehlabathi, uJackson ‘M3’ Chauke, oyimbethi-manqindi ezinze eTembisa, ugqiba unyaka ngenyathelo elibi ngenxa yokunqatyelwa yimilo. UChauke wayecinga ukuba ukuphumelela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO)…

‘THETHANI BATHELEKISI’ – LEJAKA 

UBoxing South Africa (BSA) umemelela ukuba mabangathi cwaka abathelekisi abangaxolanga zizinto ezenziwa okanye engazenziyo iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). Endaweni yoko, kufuneka abathelekisi banxibelelane noBSA bavakalise izikhalazo nokungaxoli kwabo…

css.php