Category: Boxing

UMAHAMBI AKANANXA NGAKUTEYISI

Kungenzeka ukuba ibuhlungu intliziyo yakhe emva kokuhamba kukaSiseko Teyisi, umqeqeshi wamanqindi uZolile ‘Gqo’ Mahambi ‘akananxa’ ngakulomfana nosele eqeqeshwa nguMnyamezeli Shosha. UMahambi unqwenelele uTeyisi amathamsanqa ngaphambi komlo wakhe wentshinga yoMzantsi Afrika…

UMBOKAZI UCELA UMNGENI KUGINGQI

UKhanyisani Mbokazi waseMandeni, KwaZulu-Natal, uzakulwa no-Asanda Gingqi kumlo wentshinga yoMzantsi Afrika eMonti kulenyanga ezayo. UMbokazi uzakube elinga ekohlutha intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight xa esilwa nenjinga uGingqi e-Orient Theatre ngoMgqibelo…

WITBOOI PLEADS WITH BSA 

Lonwabo Witbooi is begging Boxing South Africa (BSA) to sanction next weekend’s doubtful fight between his boxer Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya and Lindokuhle ‘Hitman’ Dlamini. This bout, which is scheduled for…

UZINGANGE WALILE UKULWA NOBOYIYA 

Njengokuba kubonakala ukuba ungangabikho umlo weveki ezayo noLindokuhle ‘Hitman’ Dlamini, abalawuli baka-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya bebemzamela umlo kunye noSibusiso Zingange. Kodwa liphanzile ilinge elo njengokuba uZingange, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight,…

css.php