TYIRHA ON THE MOVE
The nomadic life of former South African champion Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha has continued as he’s on the move yet again after he bolted out of Mla Tengimfene’s All Winners…
Your News, Our News
The nomadic life of former South African champion Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha has continued as he’s on the move yet again after he bolted out of Mla Tengimfene’s All Winners…
Usendleleni kwakhona owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha njengokuba emkile e-All Winners Boxing Gym kaMlandeli Tengimfene eMdantsane. Lentshatsheli yamhlamnene kweloMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight isandula ukubuyisa izitya, ebetha uGeorge…
After chalking up yet another win last Friday, unbeaten boxer Lwando Mgabi has made it clear that winning the South African junior-bantamweight title is just the beginning of good things…
Emva kokuphumelela omnye umlo ngoLwesihlanu, imbethi-manqindi engekabethwa uLwando Mgabi ulibeke latsola elokokuba ukuphumelela kwakhe intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight sisiqalo sezinto ezintle ezizayo. UMgabi, oyiphumelele yosixhenxe imilo yakhe apho anqumamise…
ULikho Sigaba uzishiye zilihlwili iintliziyo zabalandeli bamanqindi baseSada emva kokubetha intandane yabo u-Aphiwe Rasmeni eWhittlesea Multipurpose Hall ngoMgqibelo. Kwaye ngokwenza njalo uSigaba waseMdantsane uyikhusele ngempumelelo intshinga yakhe yaseMpuma Koloni kudidi…
Likho Sigaba left Sada boxing followers heart broken after he stopped local favourite Aphiwe Rasmeni at the Whittlesea Multipurpose Hall on Saturday. And in so doing, Sigaba from Mdantsane successfully…
Asekho Nocele has completed a move to NO DOUBT Management just less than 24 hours after he won the World Boxing Federation (WBF) International bantamweight title on Friday evening. Nocele…
Lwando Mgabi remains unbeaten following his unanimous decision victory over Sihle Jelwana at the Sunningdale Sports Complex in Milnerton, Cape Town, on Friday evening. As a result of his points…
ULwando Mgabi unyeke ukuphumelela intshinga yoMzantsi Afrika phantse iminyaka emithathu emva komlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo, apho wabetha khona u-Onke Nelani ngoDisemba 2021. UMgabi ulwa noSihle Jelwana kumlo wentshinga yoMzantsi…
Lwando Mgabi is looking at finally winning a South African title almost three years since he made his professional debut with a win over Onke Nelani in December 2021. Mgabi…