NTLANGANISO READY TO WORK WITH BSA BOARD
Mandla Ntlanganiso is looking forward to working with the new board of Boxing South Africa (BSA), which was announced by Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa on Tuesday…
Your News, Our News
Mandla Ntlanganiso is looking forward to working with the new board of Boxing South Africa (BSA), which was announced by Minister of Sport, Arts and Culture Zizi Kodwa on Tuesday…
U-Oleksander Usyk wase-Ukraine wenze imbali emanqindini njengokuba ebeyintshatsheli engaphikiswayo kudidi lwanzima emva kokubetha uTyson Fury ngamanqaku eKingdom Arena, eRiyadh, kwelaseSaudi Arabia, ngentseni yangeCawa. U-Usyk wongeze intshinga yeWorld Boxing Council (WBC)…
Oleksander Usyk from Ukraine made boxing history when he became an undisputed world heavyweight champion after he defeated Tyson Fury on points at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia,…
Njengokuba bekulindelekile, iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebe ingqungquthela nonoondaba ngentsimbi yokuqala emva kwemini ngoMvulo kuleveki ezayo. Umba otshisa ebunzi ngowokutyunjwa kwebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA), kwaye nguwo…
True to form, the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) has organised a media briefing on Google Meet at 13h00 on Monday next week. The appointment of the new board…
Aya ekhula amathuba omlo phakathi kukaLerato ‘Lights Out’ Dlamini nembethi-manqindi yaseJapan uTomoki Kameda kwilinge lokuzibekela indawo kumlo wentshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi losiba. Oku kulandela emva kokuba u-Arnold Khegai…
Chances of Lerato ‘Lights Out’ Dlamini fighting against Japanese boxer Tomoki Kameda in an International Boxing Federation (IBF) featherweight elimination bout are getting high. This follows after Ukranian boxer Arnold…
Ulibazisekile umlo ka-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi waseMdantsane obuzakuba ngowokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokumiswa kwetumente ebizakubanjwa kuleveki ezayo. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…
Amateur star from Mdantsane Amzolele ‘Globe’ Dyeyi’s much-awaited professional debut has been delayed after next week’s tournament got postponed to a later date. Dyeyi, a silver medallist at the recent…
USikho ‘Sequence’ Nqothole uzakunikela umva uMzantsi Afrika entingela eMexico ngeenjongo zokuzekamzweni kwinto eyenziwa yintshatsheli ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga owabuya kwelalizwe lombini Melika ephethe intshinga…