UNATHAN UNEBHONGO NEQHAYIYA NGODLAMINI
UColin ‘Nomakanjani’ Nathan uvakalise ukuba unebhongo neqhayiya ngembethi-manqindi yakhe uLerato ‘Lights Out’ Dlamini, kwaye uzakuphinda ambuyisele edabini emva kokubethwa nguTomoki Kameda waseJapan kwelaseJapan ngoMgqibelo. UKameda uwuphumelele ngamanqaku lomlo wokuzibekela indawo…