AWUKHO UMLO KAKUSE NOSOBOLO
Kuzakufuneka bakhe balinde ithutyana abalandeli bamanqindi ukuba bafuna ukubona umlo phakathi kwentshatsheli yoMzantsi Afrika uSiyakholwa Kuse noMalaki Sobolo, mlo lowo obekufanele ukuba ubungeCawa waphindwa wabekelwa iCawa ezayo. UKuse waseMdantsane ebezakukhusela…