Category: Boxing

IQHUBELA PHAMBILI ITUMENTE YEXABA NEZBASHY 

Lisukile ithunzi ebilisoloko lijikeleza itumente yamanqindi elilima phakathi kweXaba Promotions neZbashy Promotions ezakubase-Orient Theatre, eMonti, kuleCawa ezayo. Oku kulandela emva kokuthingaza ebekukho malunga naletumente njengokuba ezizintlu zimbini zabathelekisi zenze amalungiselelo…

UHADEBE AKAKHANGE ABILE NOKUBILA

Ebengenalo nethontsi lombilo uSimangele ‘Smash’ Hadebe emva kokunqumamisa uJesca Mfinanga kumjikelo wokuqala eKibler Park Recreation Centre, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ngokwenza njalo, uHadebe uye wayikhusela ngempumelelo intshinga yakhe ye-African Boxing Union…

HADEBE SMASHES TANZANIAN

Simangele ‘Smash’ Hadebe didn’t even raise a sweat as she dispatched her opponent Jesca Mfinanga in the first round at the Kibler Park Recreation Centre in Johannesburg on Saturday evening.…

UBSA UNIKEZELE NGAMAPHEPHA OKUSEBENZA 

UBoxing South Africa (BSA) udize emva kwemini ngoMgqibelo ukuba ziimbethi-manqindi ezingamakhulu asixhenxe namashumi amabini ezifumene iimpepha zokulwa kunyaka-mali ka-2024/25. Ukongeza apho, ngabathelekisi abangamashumi asibhozo anesibhozo, abalawuli abalikhulu namashumi amane ananye,…

MORE BOXERS LICENSED

Boxing South Africa (BSA) revealed on Saturday afternoon that the regulator had licensed a total of 720 boxers for the 2024/25 financial year. In addition, 88 promoters, 141 managers, 105…

UCHELLAN ULWA NODUBUL’EGEQA 

Ukulwa nodubul’egeqa kude nekhaya kufuna ukuba umntu omelele ngokwasengqondweni, kwaye ufanelwe lilo lonke ithamsanqa anokulifumana, yiyo lonto uBoxing South Africa (BSA) enqwenelela uWasim Chellan okuhle kodwa ngaphambi komlo wakhe wangoMgqibelo.…

css.php