Category: Boxing

UDLAMINI NOKAMEDA BAZAKULWA NGO-AGASTI

Ekugqibeleni uMgqibelo umhla wamashumi amabini anasine ku-Agasti lusuku apho impinda yomlo phakathi kommi woMzantsi Afrika uLerato ‘Lights Out’ Dlamini kunye nentshatsheli yehlabathi yamhlamnene uTomoki ‘El Mexicanito’ Kameda waseJapan. UDlamini noKameda…

INPBPA IKHWEBA INTLANGANISO YAMALUNGU AYO 

INational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebele onke amalungu ayo kwintlanganiso ezakuqala ngentsimbi yesithandathu ngokuhlwa ngoMvulo kuleveki ezayo. Lentlanganiso ezakubanjwa kuGoogle Meet izakuxoxa phakathi kwezinto indlela ekuvunywa nekukhatywa ngayo imilo,…

AMAXHALANGA APHAPHAZELA PHEZU KUKATEMPI 

Kuqhuma umoya wovukelo eKapa njengokuba kucetywa ukuvukela umlawuli kaBoxing South Africa (BSA) eNtshona naseMntla Koloni uMzoli Tempi. I-Ink Sport ingaveza ukuba inani elivisayo labaneempepha zokusebenza phantsi kukaBSA eNtshona Koloni lizakudibana…

KNIVES OUT FOR TEMPI

A revolt against Boxing South Africa (BSA) provincial manager in the Western and Northern Cape Mzoli Tempi is being planned in Cape Town. Ink Sport can reveal that a number…

css.php