UTYIRHA UQEQESHWA KWANOJOLI
Owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha, uphinde watshintsha abaqeqeshi nangona nje okwangoku kusithiwa yinto nje yethutyana. Ngoku uTyirha uqeqeshwa nguBaba ‘Babes’ Makala KwaNojoli emva kokuqala unyaka…