Category: Boxing

IKHWAHLA UNXOSHE UZAKULWA NOBOOI 

Izakuba lidabi lamava nolutsha xa udizadala kade bemkhwahlaza, uthambodala kade bemqongqotha, nowayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane, uThembelani Nxoshe waseMdantsane, evavanywa amanqindi akhe xa esilwa negatyana uMoyisi Booi kulenyanga ezayo.…

RING VETERAN NXOSHE FIGHTS BOOI

It’s going to be experience against the youth when ring veteran and Mdantsane-born former South African flyweight champion Thembelani Nxoshe’s fistic skills are tested against youngster Moyisi Booi next month.…

‘NDINGABABETHA BONKE’ – NGXEKE 

By Monwabisi Jimlongo ULandile ‘Man Down’ Ngxeke usamangalisiwe, kwaye wothukile emva kokuba uYanga Sigqibo, uSikho Nqothole noSabelo Ngebiyana bebonakalise umdla wokulwa naye ngoku emva ‘kokumbaleka’ ngexesha esalwa kudidi lwejunior-bantamweight. USigqibo,…

css.php