Category: Boxing

UNTULI UFUNA INTSHINGA KAWELLEM 

USnamiso Ntuli ufuna intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ntshinga leyo ephethwe ngu-Asemahle Wellem, obethwe eRussia ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ukubonakalisa ukuba uyawufuna umlo noWellem, uNtuli, oyinjinga yesuper-middleweight KwaZulu-Natal, uzicacisile iinjongo zakhe ngokuthumela…

NTULI CHASES WELLEM’S TITLE 

Snamiso Ntuli is chasing after vanquished Asemahle Wellem’s South African super-middleweight title and the KwaZulu-Natal champion has made his intentions clear by sending a challenge form to Boxing South Africa…

UDYEYI ULWA NOBASAYI 

U-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi, obengomnye weembethi-manqindi eziphambili kudidi lwabangahlawulwayo, uzakulwa okokuqala kudidi lwabahlawulwayo emva kokukhulula ivesti yakhe. UDyeyi, owaphumelela imbasa yesilivere kutsha nje kwitumente yeMandela African Boxing Cup e-Inkosi Albert Luthuli…

BABHENGEZIWE ABAGQATSWA BEBHODI KABSA 

Ubuncinane balishumi elinesine abagqatswa abajonge izikhundla ezisixhenxe kwibhodi kaBoxing South Africa (BSA) ezakubhengezwa nguMphathiswa weZemidlalo uZizi Kodwa ngoLwesibini kuleveki ezayo. Amagama ababagqatswa abalishumi elinesine abhengezwe kusasa ngoLwesihlanu emva kwentlanganiso yezintlu…

UWELLEM UNGQUZULANA NOSAVITSKY ERUSSIA

Intshatsheli yoMzantsi Afrika u-Asemahle ‘Predator’ Wellem uvana amandla nommi waseRussia uDenis Savitsky kumlo wemijikelo elishumi njengokuba zombini ezimbethi-manqindi ezingekabethwa zidibana eChelyabinsk kwelaseRussia ngoMgqibelo. UWellem, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ushiye…

U-ARANETA UZAKUHLALA ISIQINGATHA SONYAKA ENGALWI

Imbethi-manqindi yasePhilippines uChristian ‘The Bomb’ Araneta uqinisekisile kwi-International Boxing Federation (IBF) ukuba wonzakele, kwaye uzakuhlala isiqingatha sonyaka engalwi. Ingalo yasekhohlo yelinxele lasePhilippines yonzakele, monzakalo lowo obukade ufihlwa de kwabonakala imifanekiso…

css.php