GRANDFATHER MAHLANGU TO FIGHT IN BOTSWANA
As a grandfather, who is still going strong at the age of 44, Boipatong boxer Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu is scheduled to make a short trip to Botswana for a shootout…
Your News, Our News
As a grandfather, who is still going strong at the age of 44, Boipatong boxer Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu is scheduled to make a short trip to Botswana for a shootout…
USabelo Ngebiyana ‘uzakubuyela ekhaya’ aphinde alwe ngaphantsi kukaBoxing South Africa (BSA) kwakhona emva kokusebenzisa ilayisenisi yaseTanzania ngenxa yokokuba ebengonwabanga yindlela ebekusenziwa ngayo izinto kwigunyabantu eliphethe amanqindi eMzantsi Afrika. Umphathi wakhe,…
Sabelo Ngebiyana is going to ‘come back’ home and become a Boxing South Africa (BSA) licensee once again after fighting using a Tanzanian licence because he was unhappy with how…
Badane bamanzi uSabelo Ngebiyana nomphathi wakhe u-Immanuel Mutavhatsindi njengokuba bekholelwa ukuba baqathiwe emva kokuba lembethi-manqindi yaseMpuma Koloni ilwe ngokulingana nommi waseTanzania u-Ibrahim Mafia, ogama lokuzalwa lingu-Ibrahim Mustafa Kodema, ngenj’ixukuxa ngeCawa.…
Sabelo Ngebiyana and his manager Immanuel Mutavhatsindi are disappointed as they strongly believe that they were cheated after the Eastern Cape boxer’s fight against Tanzanian Ibrahim Mafia, whose birth name…
Umqeqeshi oyintloko e-Omega Boxing Gym kwelasePhilippines, uJulius Erving Junco, uthi intshatsheli yehlabathi, uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, makayishiye intshinga ye-International Boxing Federation (IBF) junior-flyweight ukuba akafuni ukulwa nembethi-manqindi yakhe uChristian Araneta.…
UMandla Ntlanganiso akanaxhala, kwaye akoyiki ngokoyikiswa njengokuba iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) iqinisa idabi layo kwilinge lokumshenxisa kwisikhundla sokuba ligunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA). UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa,…
The head trainer at Omega Boxing Gym in the Philippines, Julius Erving Junco, has said that world champion Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga must vacate the International Boxing Federation (IBF) junior-flyweight…
Mandla Ntlanganiso is neither shaken nor afraid as the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) is intensifying its fight to oust him as the accounting authority at Boxing South Africa…
Rey Vargas and Nick Ball fought to a controversial draw during a World Boxing Council (WBC) featherweight title contest at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia, in the early…