Category: Boxing

BADANILE UNGEBIYANA NOMPHATHI WAKHE

Badane bamanzi uSabelo Ngebiyana nomphathi wakhe u-Immanuel Mutavhatsindi njengokuba bekholelwa ukuba baqathiwe emva kokuba lembethi-manqindi yaseMpuma Koloni ilwe ngokulingana nommi waseTanzania u-Ibrahim Mafia, ogama lokuzalwa lingu-Ibrahim Mustafa Kodema, ngenj’ixukuxa ngeCawa.…

AKOYIKI NGOKOYIKISWA UNTLANGANISO

UMandla Ntlanganiso akanaxhala, kwaye akoyiki ngokoyikiswa njengokuba iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) iqinisa idabi layo kwilinge lokumshenxisa kwisikhundla sokuba ligunya eliyintloko kwaBoxing South Africa (BSA). UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa,…

NTLANGANISO FEARS NOTHING 

Mandla Ntlanganiso is neither shaken nor afraid as the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) is intensifying its fight to oust him as the accounting authority at Boxing South Africa…

VARGAS, BALL DRAW

Rey Vargas and Nick Ball fought to a controversial draw during a World Boxing Council (WBC) featherweight title contest at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia, in the early…

UFOURIE ‘UQWENGE’ U-OGAKETSE 

UKaine ‘K9’ Fourie, obekwa kwindawo ephezulu emanqindini, uphinde waphumelela njengokuba enqumamise imbethi-manqindi yaseBotswana, uKutlwano Ogaketse, kumjikelo wesibini kwitumente ebesiyiphathelwe yiBoxing5 Promotions eBox Camp Booysens, eRhawutini, ngoLwesihlanu ebusuku. Ibisisihlandlo sesithathu ngokulandelelana…

css.php