UMGABI UTHEMBISA NGOKUBUYISA INTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA
ULwando Mgabi wenza isifungo mhla waphulukana nentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight esikalini wathi uzakusebenza nzima ukuqinisekisa ukuba uyakuphinda ayizuze kwakhona. Kwaye ngoku uchwayitile njengokuba ezakucela umngeni kuMoyisi Booi e-Orient Theatre,…