Category: Boxing

AKUKHO VALO NJENGOKUBA UZUMA EZAKULWA NONGHITUMBWA

Imbethi-manqindi ephambili eMzantsi Afrika uMxolisi ‘Nation’ Zuma akanavalo njengokuba ezakuntingela kwelaseNamibia, apho azakulwa khona noFillipus ‘Energy’ Nghitumbwa eWindhoek kulenyanga ezayo. Ebekwa kwindawo yokuqala eMzantsi Afrika, uZuma ulwa noNghitumbwa kumlo weWorld…

UNGXAKA UKHUSELA INTSHINGA YAKHE KUGQOLA ERHAWUTINI 

Iimbethi-manqindi ezimbini zaseMpuma Koloni, intshatsheli nomcelimngeni, zizakuvana amandla kumlo wentshinga yoMzantsi Afrika ngaphandle kwemida yephondo lazo ebutsheni benyanga ezayo. Inzalelwane yaseMthatha nekwayinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight uMthokozisi Ngxaka uzakhusela intshinga…

css.php