Category: Boxing

UXATYANA UCELA UMNGENI KUMAGWAZA

U-Ayabulela Xatyana ufuna ukuqhubela phambili namanqindi akhe nanjengokuba ecela umngeni kuSanele Magwaza, oyinjinga kudidi lwejunior-featherweight eMpuma Koloni. Ngoku uXatyana, oqeqeshwa e-International Boxing Academy kwilali yaseNcera, eKiddsbeach, ngaphandle kwaseMonti uzakulwa noMagwaza…

css.php