Category: Boxing

AKANAKUPHUMLA USONJICA 

Akazokuphumla u-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica, obethe uThato Bonokoane ngamanqaku ngokuhlwa kwangoMgqibelo, njengokuba elungiselela omnye umlo wakhe. USonjica ulwe okokuqala kwisithuba esiphantse sibeyiminyaka emithathu, ebetha uBonokoane, owayeyinjinga yeWorld Boxing Federation (WBF)…

UBOYIYA ULWA NOMAHLANGU KWINTSHINGA YELI

Ngelingeni iKay B Promotions ide yamtyikitya uSipho Mahlangu ukuba alwe no-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya ekuthambekeni kwalenyanga ezayo. UBoyiya, okwindawo yokuqala kuluhlu lweembethi-manqindi kudidi lwejunior-welterweight eMzantsi Afrika, noMahlangu, obekwa kwindawo yesibhozo, bazakungquzulana…

‘MUSANI UKUNDIDELELA’- FUZILE 

U-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile ukholelwa ukuba ayilunganga into yokokuba abantu bakholelwe ekubeni yena uya eKazakhstan okukwemvana eyokuxhelwa njengokuba ezakulwa nembethi-manqindi engekabethwa uSultan Zaurbek waseKazakhstan kulenyanga ezayo. Emva kokubona irekhodi elihle…

css.php