
IGALLANTS IGXOTHE UMQEQESHI NESEKELA LAKHE
IMarumo Gallants ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba imgxothile umqeqeshi wayo, uPhuti Mohafe, kunye nesekela lakhe, uMusa Bilankulu. Ngaphantsi kwesandla sikaMohafe, iGallants, ekwindawo yeshumi elinesihlanu, idlale


