LUMISIWE ULONYULO LWEKOMITI YABATHELEKISI 

Imiselwe inyanga ka-Epreli inkomfa yolonyulo yabathelekisi abaqukwa kwiGauteng Boxing Promoters Association (GBPA). Bekulindeleke ukuba iGBPA ibenenkomfa yolonyulo engaphelanga unyanga-ntathu wokuqala kulonyaka, kodwa ayizobasenzeka lonto njengokuba imiselwe u-Epreli. “Inkomfa yolonyulo imiselwe…

UKUSE UCETYISWE UKUBA ONGE IMALI  

Imbethi-manqindi enyeke ukuphumelela intshinga yehlabathi uSiyakholwa Kuse ucetyiswe ukuba angene kwinxili yogcino-mali njengokuba ezibandakanye neGolden Gloves. UKuse, oyintshatsheli yeWorld Boxing Council (WBC) Silver kudidi lwemini-flyweight, utyikitye neGolden Gloves emva kokuzibandakanya…

css.php