ISTELLIES SINGENILE KUMAQELA ASIBHOZO OKUGQIBELA
IStellenbosch FC idadele enzulwini, ifikelela kumaqela asibhozo okugqibela kwiNedbank Cup emva kokubetha iPolokwane City ngamanqaku amabini eqandeni eDanie Craven Stadium kwiCape Winelands ngokuhlwa kwangoLwesine. Omabini amanqaku eStellies angene kwisiqingatha sokuqala.…
STELLIES CRUISE TO QUARTER-FINALS
Stellenbosch FC cruised to the quarter-finals of the Nedbank Cup after they beat Polokwane City 2-0 at the Danie Craven Stadium in the Cape Winelands on Thursday evening. Stellies’ goals…
GOLDEN GLOVES, LAST BORN PROMOTIONS TO CO-PROMOTE KUSE
With Siyakholwa Kuse having left All Winners Boxing Club, which is managed by Mla Tengimfene in Mdantsane, and joined the Brian Mitchell Boxing Academy in Edenvale, Golden Gloves and Last…
ULWA OKOKUQALA USOGCWAYI
Imbethi-manqindi ezinze eMonti uSanele Sogcwayi unethemba lokuqhuba kakuhle xa esilwa okokuqala kudidi lwabahlawulwayo ebutsheni benyanga ezayo. USanele kunye nomkhuluwa wakhe uMhlanganisi baqeqeshwa nguNcedo Cecane, kwaye uzakuqubisana noLungisani Mkhize kwimijikelo emine…
SOGCWAYI TO MAKE PRO DEBUT
East London-based boxer Sanele Sogcwayi is hoping for a perfect start and also make a lasting impression when he makes his professional debut next month. Sanele, who together with his…
MATSATSANTSA MARCH TO LAST EIGHT
SuperSport United marched to the quarter-finals of the Nedbank Cup following a 2-1 win over Motsepe Foundation Championship (MFC) side Cape Town Spurs at the Lucas Moripe Stadium in Atteridgeville…
ROCKETS SHOCK BRAZILIANS
TS Galaxy’s impressive run continued as they shocked log-leaders Mamelodi Sundowns 1-0 in a Betway Premiership encounter at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Tuesday evening. The only goal of…
EAST LONDON ICC TO HOST BOSBERAAD
Bit by bit, information about next week’s boxing bosberaad is finally coming out even though the veil of secrecy has not been lifted completely. The organisers of the bosberaad have…
UZAKUXAKEKA UDURANDT
Izakuba bubusuku obuxakekileyo kumqeqeshi wamanqindi nozinze eRhawutini uDamien Durandt njengokuba ezakukhokelela iimbethi-manqindi zakhe ezintathu edabini kwitumente yeGolden Gloves ngoMgqibelo umhla wokuqala kuMatshi. UDurandt uzakube esekoneni xa intshatsheli yehlabathi uJackson ‘M3’…
BUSY NIGHT FOR DURANDT
It’s going to be a busy night for Johannesburg-based boxing trainer Damien Durandt as he will usher three boxers into war at a Golden Gloves tournament on Saturday, 1 March.…